Inombolo yokubanga: ...
INGXELO YOKUQALA YOBUGQIRHA NGOKUPHATHELENE NENGOZI UMTHETHO WEMBUYEKEZO KWINGOZI NEZIFO EMSEBENZINI,1993
Yenzeke kanjani ingozi ebangwayo ? ...
Inkcaza egqibeleleyo ngokwenzakala /gengozi (hayi iimpawu) ...
Chaza ngokufutshane izifo/isiphene ebesikho ngaphambilikwengozi ...
Ugesi Umhla/usuku yenziwe ngubani
Faka ingxelo xa ikhona
Utyando olwenziweyo: Umhla Yenziwe ngubani
Nika inkcaza ngokufutshane
Isilalisi(iyeza lokungeva iintlungu) Ngokubanzi/endaweni ethile Ixesha a Ingcebiso Ewe /Hayi ... Nabani ... Umhla...
b Ingaba umsebenzi ubonene nomntu onyanga umzimba ngokuthambisa? Ewe/Hayi.Umthambisi mzimba...
(a) Ingaba umsebenzi ukulungele ukubuyela emsebenzini Ewe /Hayi b Usuku lokubuyela emsebenzini : Umsebenzi olula Oqhelekileyo
Ndiyangqina ukuba ngoxilongo lomsebenzi ndizanelisile ngeenkcukacha zengozi ngokuphathelenekokwenzakala komsebenzi.
Qaphela : Le ngxelo mayinikwe umsebenzi owenzakeleyo okanye ithunyelwe kumqashi kungaphelangaiintsuku eziyi 14 ukusukela kwimini yokuqala yoxilongo.
